Luke 22:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwasekumzuzwana omnye wambona wati: Nawe ungowakubo. Koko u‐Petrosi wati: Mntundini! andinjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakuba mzuzwana, omnye wambona wathi, Nawe ungowabo.Wathi ke uPetros, Mntundini, andinguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakuba mzuzwana, omnye wambona wathi, Nawe ungowabo. Wathi ke uPetros, Mntundini, andinguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuba mzuzwana, wabonwa ngomnye owathi: “Nawe ungowabo.” Waza wathi uPetros: “He mfondini, andinguye!”