Luke 22:59 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati yakugqita yanga yiyure inye, omnye umntu waqinisa ukutshoza, esiti: Ngokwenyaniso naló ebenaye; ngokuba kwa yena engum‐Galili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakuba kuhambe ilixa ngathi linye, omnye uqinisele wathi, Inyaniso, nalo ubenaye; kuba ukwangowaseGalili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakuba kuhambe ilixa ngathi linye, omnye uqinisele wathi, Inyaniso, nalo ubenaye; kuba ukwangowaseGalili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Malunga neyure emva koko omnye watsho eqinisekile wathi: “Inene, nalo ikwanguwabo, kuba ukwangowaseGalili.”