Luke 22:69 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Emveni kwakaloku nje unyana wesintu woba ehleli ngasekunene kwamandla katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ethabathela kweli xa, uNyana woMntu uya kuba ehleli ekunene kwamandla kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ethabathela kweli xa, uNyana woMntu uya kuba ehleli ekunene kwamandla kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukususela ngoku *uNyana woLuntu uya kuhlala ewongeni kwaThixo uSomandla.”