Luke 22:70 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati bonke: Wena pofu unguye unyana katixo na? Waza wati kubo: Nitsho nina, ukuba ndinguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ke bonke, Unguye na ke wena uNyana kaThixo? Uthe ke yena kubo, Nani nithi ndinguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ke bonke, Unguye na ke wena uNyana kaThixo? Uthe ke yena kubo, Nina nithi ndinguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi bona: “Ùnguye na uNyana kaThixo?” Wathi kubo: “Kutsho nina ngokwenu.”