Luke 23:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aka fumana no‐Herodi kanjalo; ngokuba ndindanituma kuye; kanti bona ke, akuko nto efanele ukufa eyenziweyo nguye:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwanoHerode, kuba ndanithumela kuye. Nanku ke kungekho nto ifanelwe kukufa, yenziwe nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KwanoHerode, kuba ndanithumela kuye. Niyabona, akenziwanga nto ifanelwe kukufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NoHerode akafumananga tyala kuye, kuba naku embuyisela kum. Niyabona, akukho nto ayenzileyo ingabangela ukuba afe.