Luke 23:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa badanduluka wonke umhlambi kunye, besiti: Susa lo, usikululele u‐Baraba:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bankqangaza ke ngokuphela kwabo, besithi, Msuse lo, usikhululele uBharabhas,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bankqangaza bonke kwaoko, besithi, Msuse lo, usikhulule uBharabhas,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bankqangaza ke bonke besithi: “Mbulale lo, usikhululele uBharabha!”