Luke 23:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo ngokwesitatu: Wenze ukukohlakala kunina pofu lo? andifumananga tyala lokuba afe kuye: ndiya kuti ngoko ndimbete ndimkulule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena okwesithathu kubo, Kuba enze bubi buni na lo?Andifumananga tyala lakufa kuye; ndothi ngoko, ndakumbetha, ndimkhulule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena okwesithathu kubo, Kuba enze bubi buni na lo? Andifumananga tyala lakufa kuye; ndothi ngoko, ndakumbetha, ndimkhulule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPilato wathi kubo okwesithathu: “Ngoba enze bubi buni na? Andifumani tyala lingabangela ukuba afe. Ndothi ngoko ndimbethe, ndimkhulule.”