Luke 23:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati bakuba bebemr̔ola, babamba u‐Simone, umntu otile wase‐Kirene, obevela ezindleni, bayibeka pezu kwake ikuruse, ukuba ayitwale emva kwo‐Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke xa bamrholayo, babamba Simon uthile, waseKirene, obevela emaphandleni; bawubeka phezu kwakhe umnqamlezo, ukuba awuthwale emva koYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke xa bamrholayo, babamba Simon uthile, waseKirene, obevela emaphandleni; bawubeka phezu kwakhe umnqamlezo, ukuba awuthwale emva koYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwemkiwa ke noYesu, aza amajoni athi xhakamfu Simon uthile waseKirene, owayevela emaphandleni, awubeka phezu kwakhe umnqamlezo, ukuba awuthwale emva koYesu.