Luke 23:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Yesu ejikele ngakubo wati: Zintombi zase‐Yerusaleme! ningalili pezu kwam, kodwa lilani pezu kwenu napezu kwabantwana benu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaguqukela ke uYesu, wathi, Zintombi zaseYerusalem, musani ukundililela mna; kanye zilileleni nina, nabantwana benu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaguqukela ke uYesu, wathi, Zintombi zaseYerusalem, musani ukundililela mna; kanye zilileleni nina, nabantwana benu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ejikile ke uYesu, wabakhangela, wathi: “Zintombi zaseJerusalem, sanukundililela mna; koko zilileleni nina nabantwana benu;