Luke 23:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Pilati wambuza, esiti: Ungukumkani wama‐Juda na? Wapendula kuye wati: Utsho wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPilato wambuza ke, esithi, Unguye na uKumkani wamaYuda?Umphendule ke yena wathi, Nawe utsho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambuza ke uPilato, esithi, Wena unguye na uKumkani wamaYuda? Waphendula ke wathi kuye, Nawe utsho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPilato ke wambuza esithi: “Unguye na uKumkani wamaJuda?” Waphendula yena wathi: “Nawe utsho.”