Luke 23:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, xeshekweni bazenza ezizinto kumti oluhlaza, kuya kuhla nto nina kowomileyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ukuba benza ezi zinto komanzi umthi, kuya kuba njani na kowomileyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba benza ezi zinto komanzi umthi, kuya kuba njani na kowomileyo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa utsha kangaka umthi oluhlaza, kobeka phi ke kowomileyo?”