Luke 23:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kur̔olwa nabanye bebabini, abenzi benkohlakalo, ukuya kubulawa kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku baberhola nabanye abangabambi, bebabini, bengabenzi bobubi, beya kubulawa kunye naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku baberhola nabanye abangabambi, bebabini, bengabenzi bobubi, beya kubulawa kunye naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda amabini, awayezizihange, ayeqhutywa esiya kubulawa kunye noYesu.