Luke 23:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Yesu: Bawo! baxolele; ngokuba bengazi into abayenzayo. Bati bezaba ingubo zake, benza amaqashiso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo. Bathi ke, besabelana ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo. Babelana ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi: “Bawo, baxolele, kuba abayazi into abayenzayo.” Baza benza *amaqashiso, besabelana ngeengubo zakhe.