Luke 23:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko nesiba̔lwa siba̔liwe pezu kwake ngamagama angokwama‐Girike, nangokwama‐Roma, nangokwama‐Hebere, sokuti: Lo ungukumkani wama‐juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye ke kubhalwe nombhalo ngaphezu kwakhe, ngamagama esiGrike, nawesiRoma, nawesiHebhere, kwathiwa, lo nguKumkani wamaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ke kubhalwe nombhalo phezu kwakhe, ngamagama esiGrike, nawesiRoma, nawesiHebhere, kwathiwa, lo nguKumkani wamaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakubhalwe nombhalo wetyala lakhe phezulu emnqamlezweni, kwathiwa: “Lo nguKumkani wamaJuda.”