Luke 23:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wapendula omnye wamtetisa, esiti: Akumoyiki utixo nawe na, ukwa koku kona ukugwetywa nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke omnye wamkhalimela, esithi, Akumoyiki na wena uThixo, ukwakoku kugwetywa nje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke omnye wamkhalimela, esithi, Akumoyiki na wena uThixo, ukwakoku kugwetywa nje?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sasikhalimela esinye, sisithi: “Akumoyiki na wena uThixo, ukwawiselwe esi sigwebo nje?