Luke 23:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nati okunene sikuko ngokulungileyo; ngokuba sikwamkele okuyelelana nezinto esazenzayo; kodwa lo akenza nto esisono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thina ke okunene sigwetywe ngobulungisa, kuba samkela okufanele esakwenzayo; kodwa yena lo akenzanga nto ingendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thina ke okunene sigwetywe ngobulungisa; kuba thina samkela umvuzo wemisebenzi yethu; kodwa yena lo akenzanga nto ingendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi sigwebo okunene sisifanele thina, kuba sivuzwa ngezenzo zethu; kodwa yena lo akenzanga nto imbi.”