Luke 23:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko bebejoka ngakumbi, besiti: Uyavuselela abantu, efundisa kuyo yonke i‐Judeya, eqalile kuyo i‐Galili kwada kwalapa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba kukhona ke bajokisayo, besithi, Uxhokonxa abantu, efundisa kulo lonke elakwaYuda, eqalele kwelaseGalili, wada wezisa apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaba kukhona ke bajokisayo, besithi, Uxhokonxa abantu, efundisa kulo lonke elakwaYuda, eqalele kwelaseGalili, wada wezisa apha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaba kukhona bazingisayo besithi: “Údungadunga abantu, efundisa kulo lonke elakwaJuda, ukususela kwelaseGalili, kude kube lapha.”