Luke 23:53 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yawutula, yawusongela eqiyeni, yawubeka encw̔abeni elimbelweyo eweni, apo kwaye kungazanga kulale mntu kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yawuthula, yawusongela kwilinen entle; yawubeka engcwabeni elixholwe etyeni, ekungazanga kulale bani kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yawuthula, yawusongela kwilinen entle; yawubeka engcwabeni elixholwe etyeni, ekungazanga kulale bani kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yaza yawuthula, yawusongela ngengubo yelinen, yawubeka engcwabeni elixholwe eliweni, ebekungekangcwatywa bani kulo.