Luke 23:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Pilati akuva i‐Galili, wabuza ukuba umntu lowo ebengum‐Galili na.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uPilato, akuva elaseGalili, wabuza ukuba umntu lo ngowaseGalili na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uPilato, akuva elaseGalili, wabuza ukuba umntu lo ngowaseGalili na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuva kukhankanywa elaseGalili, uPilato wabuza ukuba uYesu ngowalapho na;