Luke 24:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayengu‐Mariya wase‐Magadala, no‐Johana, no‐Mariya unina ka‐Yakobi, nabo bafazi abanye abebenabo, abaxelela abapostile ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ke bengooMariya waseMagadala, noYohana, noMariya kaYakobi, nabanye ababenabo, abazixelayo ezo zinto kubapostile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
YayinguMariya waseMagadala, noYohana, noMariya unina kaYakobi, nabanye abafazi ababenabo, abazixelayo ezo zinto kubapostile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
YayinguMariya waseMagadala, noYohana, noMariya unina kaYakobi, nabanye abafazi ababenabo, abazixeláyo ezi zinto *kubathunywa.