Luke 24:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, ababini kubo babe kwa ngalomini besiya emzini ukude ne‐Yerusaleme izitadiya zingamashumi matandatu, ogama liyi‐Emmayusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala kusiya babini bakubo, kwangaloo mini, kumzana ozitadiya zimashumi mathandathu, umgama wawo neYerusalem, ogama liyiEmawusi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kusiya babini bakubo, kwangaloo mini, kumzana ozitadiya zimashumi mathandathu, umgama wawo neYerusalem, ogama liyiEmawusi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangaloo mini kwasuka abafundi ababini baya e-Emawusi, idolophana emalunga neekhilomitha ezilishumi elinambini ukusuka eJerusalem.