Luke 24:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula omnye, lowo ugama lingu‐Keleyopasi, wati kuye: Wena uhlala njengowasemzini kodwa e‐Yerusaleme na, ungazazanga nje izinto ezenzekileyo kuyo ngezintsuku?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uphendule ke omnye, lo ugama linguKleyopa, wathi kuye, Umhambi eYerusalem apha nguwe wedwa na, ukuba ungazazi nje izinto ezihle khona ngazo ezi mini?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uphendule ke omnye, lo ugama linguKleyopa, wathi kuye, Umhambi eYerusalem apha nguwe wedwa na, ukuba ungazazi nje izinto ezihle khona ngazo ezi mini?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza waphendula omnye, lo ugama linguKleyopa, wathi kuye: “Nguwe kuphela na kwababekho eJerusalem ongazaziyo izinto ezenzeke khona kwezi ntsuku?”