Luke 24:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa tina sibe sitemba ukuba unguye oza kukulula o‐Sirayeli. Kanjako kambe, kunye nako konke oku, namhla ngumhla wesitatu kuseloko zenzekayo ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, thina besithembe ukuba nguye oza kukhulula uSirayeli ngentlawulelo; kunjalonje ke, namhla lusuku lwesithathu zenzekile ezo zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, thina besithembe ukuba nguye oza kukhulula uSirayeli ngentlawulelo; kunjalonje ke, namhla lusuku lwesithathu zenzekile ezo zinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke thina besithembe ukuba nguye owokhulula uSirayeli. Kunjalo nje namhlanje lusuku lwesithathu zenzekile ezo zinto.