Luke 24:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza yena wati kubo: Nina bangenakuqonda nabantliziyo zibutuntu ukukolwa kuko konke abakutetileyo abaprofite!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza yena wathi kubo, Oyi! basweli-kuqonda, bantliziyo zizeka kade ukukholwa kuko konke abakuthethayo abaprofeti!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke yena kubo, Oyi!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi kubo: “Ninje na kanti ukungaqondi! Nithatha kade kangaka na ukukholwa kuko konke abâkuthetháyo *abashumayeli!