Luke 24:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada basondela emzini apo bebesiya kona: wati yena wenza ngokungati uya kugqita.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basondela kuloo mzana babesiya kuwo; wanga yena uyegqitha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basondela kuloo mzana babesiya kuwo; wanga yena uyegqitha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basondela ke kuloo dolophana babesiya kuyo, wanga uYesu uyagqitha;