Luke 24:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamqu̔ba, besiti: Hlala nati, kuba kuza kuhlwa, isangene imini ke. Waza wangena ukuya kuhlala nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besuka bamzama, besithi, Hlala nathi; ngokuba kuza kuhlwa, nemini iseyisangene. Wangena ukuba ahlale nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamzama, besithi, Hlala nathi; ngokuba kuza kuhlwa, nemini seyimkile. Wangena ukuba ahlale nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza bona bamcela besithi: “Hlala nathi, kuba kuyahlwa, nemini seyimkile.” Wangena ke ukuba ahlale nabo.