Luke 24:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute akuba ebehleli pantsi ndawonye nabo, watabata isonka wabulela, waza waqezula wanikela kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekungqengqeni kwakhe ngasesithebeni ndawonye nabo, wasithabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ekungqengqeni kwakhe ngasesithebeni ndawonye nabo, wasithabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi, esetafileni kunye nabo, wathatha isonka, wabulela, wasiqhekeza, wabanika.