Luke 24:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubo: Yinina ukuba nixalile? kunganina nokuba izicamango zivuke ezintliziyweni zenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Yini na ukuba nikhathazeke? Kungani na ke ukuba kunyuke izicamango ezintliziyweni zenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Yini na ukuba nikhathazeke? Yini na ukuba kunyuke izicamango ezintliziyweni zenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo: “Yini na ukuba nothuke? Kutheni na ukuba nibe nentandabuzo?