Luke 24:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kangelani izandla zam nenyawo zam, ukuba ndim isiqu sam: ndicofeni, nikangele; ngokuba umoya engenanyama namatambo, njengokuba nibona ndinazo mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khangelani izandla zam neenyawo zam, ngokuba ndim kanye;ndicofeni, nikhangele; ngokuba umshologu awunanyama namathambo, njengokuba nindibona ndinawo mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khangelani izandla zam neenyawo zam, ngokuba ndim kanye; ngokuba umshologu awunanyama namathambo, njengokuba nindibona ndinawo mna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khangelani izandla zam, niqonde ukuba ndim kanye. Ndiphatheni niqondisise ukuba ndingumntu, ndinenyama namathambo, njengoko nindibona ndinjalo.” [