Luke 24:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bengekakolwa ngokuvuya, besiti nqa nokuti nqa, wati kubo: Ninento yokudla na apa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, bakubon ukuba abakakholwa, ngenxa yovuyo, bemangalisiwe, wathi kubo, Ninanto na idliwayo apha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubon’ ukuba abakakholwa, ngenxa yovuyo, bemangalisiwe, wathi kubo, Ninanto na idliwayo apha?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku, bâthi bengekakholwa, bemangalisiwe bevuya, wathi kubo: “Ninanto ityiwayo na apha?”