Luke 24:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Ngawo la amazwi endawatetayo kuni, nxa bendiseko nani, okokuba zifanele ukuzalisekiswa zonke izinto eziba̔liweyo ngam emtetweni ka‐Mosesi, nasebaprofiteni, nasemaculweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kubo, Ngawo la amazwi endawathethayo kuni ndisenani, okokuba zimelwe kukuzaliseka zonke izinto ezibhaliweyo ngam emthethweni kaMoses, nasebaprofetini, nasezindumisweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke kubo, Ngawo la amazwi endawathethayo kuni ndisenani, okokuba zimelwe kukuzaliseka zonke izinto ezibhaliweyo emthethweni kaMoses, nasebaprofetini, nasezindumisweni, ukuba zizaliseke, mna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kubo: “Zizo ezi izinto endazithethayo kuni ndisenani, ndisithi zimelwe kukuzaliseka zonke izinto ezibhaliweyo ngam *emthethweni kaMosis, nasezincwadini *zabashumayeli, nasezindumisweni.”