Luke 24:49 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo bona ke, ndiyatuma isibambiso sikabawo pezu kwenu; kodwa hlalani nina esixekweni e‐Yerusaleme, nide nambatiswe amandla evela enyangweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, mna ndilithumela kuni idinga likaBawo; ke nina hlalani kuwo umzi oyiYerusalem, nide nambathiswe amandla aphuma enyangweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, mna ndilithumela kuni idinga likaBawo; ke nina hlalani kuwo umzi oyiYerusalem, nide nambathiswe amandla aphuma enyangweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyabona, mna ndilinika nina idinga likaBawo. Ze nihlale ke eJerusalem nide nixhotyiswe ngamandla avela phezulu.”