Luke 24:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bakuba benokwoyika bona, betoba ubuso ngasemhlabeni, ati kubo: Yinina ukuba nifune ohleliyo pakati kwabafileyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, bakubon ukuba bangenelwe kukoyika, beqondele emhlabeni, athi kubo, Yini na ukuba ophilileyo nimfune phakathi kwabafileyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubon’ ukuba bangenelwe kukoyika, beqondele emhlabeni, athi kubo, Yini na ukuba ophilileyo nimfune phakathi kwabafileyo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basuka boyika abafazi, baqondela phantsi, aza athi loo madoda: “Yini na ukuba ophilayo nimfune kwabafileyo? [