Luke 24:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabakokela pandle kwada kwase‐Betaniya, wapakamisa izandla zake, wabatamsanqelisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku wabarholela ngaphandle, kwada kwaya eBhetani;waziphakamisa izandla zakhe, wabasikelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku wabarholela ngaphandle, kwada kwaya eBhetani, waziphakamisa izandla zakhe, wabasikelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke waphuma nabafundi bakhe, wabasa ngaseBhetani; waza waphakamisa izandla zakhe, wabasikelela.