Luke 24:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ekubatamsanqeliseni kwake, wahlukana nabo, wenyuselwa ezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekubasikeleleni kwakhe, wahluka kubo, wenyuswa wasiwa emazulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ekubasikeleleni kwakhe, wahlukana nabo, wenyuswa wasiwa emazulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi esabasikelela, wahlukana nabo, [wanyuswa wasiwa ezulwini].