Luke 3:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa abantu bebelinda, nanxa bonke bebecamanga ezintliziyweni zabo ngaye u‐Johane, ukuba umhlaumbi yena angaba nguye u‐Kristu na;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, bakubon ukuba abantu balindile, becamanga bonke ezintliziyweni zabo ngaye uYohane, ukuba akangebi nguye na uKristu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakubon’ ukuba abantu babelindile, becamanga bonke ezintliziyweni zabo ngaye uYohane, ukuba angaba lo unguye na uKrestu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku lavuseleleka ithemba ebantwini, becamanga bonke ezintliziyweni zabo ngaye uYohane, ukuba akangebi nguye na uKrestu.