Luke 3:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute kekaloku, nxa bebebapitizeshiwe bonke abantu, ebapitizeshiwe u‐Yesu naye, etandaza nokutandaza, lavuleka izulu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwathi, ekubeni bebhaptiziwe abantu bonke, ebhaptiziwe naye uYesu, ethandaza nokuthandaza, lasuka lavuleka izulu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, bakubhaptizwa abantu bonke, kwathi, ebhaptiziwe naye uYesu, ethandaza, lavuleka izulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ekubhaptizweni kwento eninzi yabantu, noYesu ebhaptiziwe, kwathi ethandaza, lavuleka izulu,