Luke 3:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye yena u‐Yesu wayeyiminyaka engati ngamashumi matatu ubudala bake akuqala ukufundisa, enguye (njengokuba kube kusitwa) unyana ka‐Josefe, obengoka‐Heli,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye uYesu eminyaka ngathi imashumi mathathu ezelwe, ukuqala kwakhe ukufundisa, engobe kusithiwa ngunyana kaYosefu, kaHeli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu ngokwakhe waqala eneminyaka engathi imashumi mathathu ezelwe, enjengonyana kaYosefu, unyana kaHeli,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuqala kwakhe ukufundisa uYesu wayemalunga neminyaka emashumi mathathu ezelwe. Kwakusithiwa ungunyana kaJosefu, kaEli,