Luke 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Yesu, ezele ngumoya oyingcwele, wabuya e‐Yoredane; waza wasiwa ngomoya entlango,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, wathi uYesu, ezele nguMoya oyiNgcwele, wabuya eYordan, wesiwa nguMoya entlango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uYesu, ezele nguMoya oyiNgcwele, wabuya eYordan, wesiwa nguMoya entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wabuya eJordan ezele nguMoya oyiNgcwele, wajikeleza entlango ekhokelwa nguMoya