Luke 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wabuya u‐Yesu ngamandla omoya weza e‐Galili; kwaye kupuma udumo ngaye lwaya kulo lonke ilizwe langakona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya uYesu enamandla oMoya, weza kwelaseGalili; kwaphuma udaba ngaye, lwaya kuloo mmandla wonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya uYesu enamandla oMoya, weza kwelaseGalili; lwaye lwaphuma udumo lwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke, esemandleni kaMoya oyiNgcwele, wabuyela kwelaseGalili, lwaza udumo lwakhe lwavakala kuwo wonke loo mmandla.