Luke 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwamnikelwa incwadi ka‐Yisaya umprofite. Wati akuba eyitwabulule incwadi, wafumana londawo apo bekuba̔lelwe kona ngokuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wanikelwa incwadi kaIsaya umprofeti, wathi, akuba eyitwabulule incwadi leyo, wafumana indawo le kubhalwe kuyo kwathiwa,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wanikwa incwadi yomshumayeli uIsaya. Eyityhilile ke incwadi, wafumana indawo le kubhalwe kuyo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wanikwa incwadi *yomshumayeli uIsaya, watyhila le ndawo ithi: