Luke 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wasonga incwadi, wayinikela kanjako kumkonzi, wahlala pantsi. Bati bonke abasendlwini yentlanganiso amehlo abo ati nama pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eyisongile ke incwadi, wayibuyisela kwisicaka, wahlala phantsi. Aye amehlo abo bonke abasendlwini yesikhungu enamathele kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eyisongile ke incwadi, wayibuyisela kwisicaka, wahlala phantsi. Aye amehlo abo bonke abasendlwini yesikhungu enamathele kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eyisongile incwadi uYesu, wayibuyisela kwisicaka, wahlala phantsi. Amehlo abo bonke ababesendlwini yesikhungo ayondele kuye;