Luke 4:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti u‐Elija wayengatunywa nakomnye kubo, watunywa e‐Tsarefate yase‐Tsidone kumfazi obe ngumhlolokazi kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kanti uEliya akathunywanga nakumnye kubo; wathunywa eTsarfati yakwaTsidon kumhlolokazi, kwakuphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uEliya akathunywanga nakumnye kubo; wathunywa eTsarfati yakwaTsidon kumhlolokazi, kwakuphela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke uEliya zange athunywe nakumnye kubo; kuphela wathunywa kumhlolokazi waseSarfati kwelaseSidon.