Luke 4:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yena ecandile pakati kwabo wemka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Usuke yena wacanda phakathi kwabo, wemka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa yena wacanda phakathi kwabo wemka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena wacanda phakathi kwabo, wemka.