Luke 4:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wehlela e‐Kapenayume, isixeko sase‐Galili, wabafundisa ngemihla yesabata.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wehla waya eKapernahum, umzi welaseGalili; wayebafundisa ngesabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wehla waya eKapernahum, idolophu yelaseGalili, waza wafundisa abantu ngesabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wehla ke uYesu waya eKapernahum, idolophu yelaseGalili, wathi khona apho *ngoMhla woPhumlo wafundisa abantu.