Luke 4:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bemangaliswa ke pezu kwesifundiso sake, ngokuba ilizwi lake belinegunya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ke bekhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ilizwi lakhe libe linegunya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye ke bekhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ilizwi lakhe libe linegunya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamangaliswa kukufundisa kwakhe, kuba wayefundisa ngegunya.