Luke 4:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko endlwini yentlanganiso umntu obenomoya wedemoni enco̔lileyo; waza wadanduluka ngelizwi elikulu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye kukho endlwini yesikhungu apho umntu onomoya wedemon engcolileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kukho endlwini yesikhungu apho umntu onomoya wedemon engcolileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke *endlwini yesikhungo apho kwakukho umntu ophethwe yindimoni.