Luke 4:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamongamela, watetisa icesine, lamyeka ke: waselesuka oko wabakonza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wema phezu kwakhe, wayikhalimela icesina, yamyeka; evukile ke kwangoko, wamana ebalungiselela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wema phezu kwakhe, wawukhalimela umkhuhlane; Wavuka kwangoko ke, wabalungiselela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena waya kuma ngakuye, wayikhalimela ifiva, waza wachacha. Wavuka kwangoko ke, wabalungiselela ukutya.