Luke 4:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kwakuba kusile, wapuma waya endaweni elubala; zaza izihlwele zamfuna, zeza kwa kuye, zambambezela ukuba angemki kuzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakusa, waphuma waya endaweni eyintlango; zaye izihlwele zimfuna, zada zaza kufika kuye; zazimbambezela ukuba angemki kuzo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakuba sekusile, waphuma waya endaweni eyintlango. Zaye zimfuna izihlwele, zeza kuye, zamnqanda ukuba angemki kuzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasuka uYesu wemka waya endaweni engenabantu. Izihlwele zazimfuna, zathi zakumfumana, zazama ukuba angemki kuzo.