Luke 4:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati kuzo: Ndifanele ukushumayela indaba ezilungileyo zobukumkani bukatixo nakwezinye izixeko; ngokuba nditunyelwe oku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kuzo, Ndimelwe kukuba ndizishumayele iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo nakweminye imizi, ngokuba ndithunywe oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke kuzo, Ndimelwe kukuba ndizishumayele iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo nakweminye imizi, ngokuba ndithunywe oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuzo: “Ndimelwe kukuba ndishumayele iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo nakwezinye iidolophu, kuba yinto endithunywe yona leyo.”